Iindawo Zokurenta Inyanga eMeridian

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Meridian
Itofotofo Ngaphakathi Nokuphuma - Indlu Yeendwendwe Negceke
1–29 Okt
Yi$1 817 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Meridian
I-2nd Floor Private Guest Suite ene-Deck
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 365 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nampa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esandul 'ukulungiswa.
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 916 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Meridian
I-King Cottage eDowntown Meridian
24 Dis – 21 Jan
Yi$2 509 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-305

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMeridian

The Village at Meridianbayi 245 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Park ye-Settlersbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roaring Springs Water Parkbayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Village Cinemabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.