Iindawo Zokurenta Inyanga eMiri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Miri
温馨海景公寓 IBay Resort Seaview Condominium
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 790 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lutong
Ibhotwe laseJassal
2–30 Sep
Yi$1 588 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Miri
Serene Heights Studio | Wi-fi | Netflix | Relax
14 Jun – 12 Jul
Yi$742 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Miri
Igumbi lokulala elinye 2 Iibhedi condo Serene Heights
22 Epr – 20 Mey
Yi$785 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-80

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMiri

Permaisuri Imperial City Mallbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coco Cabanabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bintang Megamallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Permy Mallbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boulevard Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Luak Esplanadebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Malaysia
  3. Sarawak
  4. Miri
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga