Iindawo Zokurenta Inyanga eMississauga

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mississauga
I-Toronto Layover enendawo yomlilo
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 777 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
ISuperhost
Iflethi e-Toronto
I-Skytrees Studio - Indawo Epholileyo eDowntown Toronto
13 Mat – 12 Epr
Yi$1 989 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-278
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toronto
Phumla Esixekweni
2–30 Jun
Yi$1 220 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Mississauga
Maple Studio Basement Apartment. Independent Unit.
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 700 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMississauga

IThawa ye-CNbayi 3 509 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Square One Shopping Centrebayi 395 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scotiabank Arenabayi 600 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium ye-Ripley yase-Canadabayi 2 071 abantu basekuhlaleni abayincomayo
High Parkbayi 1 205 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Lomabayi 1 217 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.