Iindawo Zokurenta Inyanga eMissoula

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Missoula
Eyona ndawo yokuzonwabisa kwakho okulandelayo okanye kude ebusuku!
1–29 Mat
Yi$2 013 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Missoula
University Guest House
18 Okt – 15 Nov
Yi$2 376 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Missoula
Istudiyo se-Hip Strip embindini we-Missoula! Apt 38
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 419 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Missoula
Isitudiyo esihle - Kufuphi neVenkile Yokutya Okulungileyo
21 Dis – 18 Jan
Yi$1 790 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMissoula

Washington-Grizzly Stadiumbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Southgate Mallbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caras Parkbayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fort Missoula Regional Parkbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.