Iindawo Zokurenta Inyanga eMitchell County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Belleville
Ukuqeshiswa kwee-crossroads - i-Belleville Cottage
4 Jan – 1 Feb
Yi$763 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Formoso
Ikhaya Lelizwe Elipholileyo: Iindawo Ezivulekileyo
30 Nov – 28 Dis
Yi$1 876 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-233
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Lucas
I-Green Cowboy Cabin @ Set in Stone
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 606 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Lincoln
I-Mainstreet Loft
12 Mat – 9 Epr
Yi$2 501 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.