Iindawo Zokurenta Inyanga eMitilini

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mytilini
Ukukhuthazwa kweSitudiyo Sokuyila Kwale mi
8 Dis – 5 Jan
Yi$1 153 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mytilini
I-Studio Mytilene View
14 Epr – 12 Mey
Yi$781 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mytilini
Isitudiyo esitsha embindini we-Mytilene
1–29 Nov
Yi$1 008 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41
ISuperhost
Indlu e-Μυτιλήνη
I-Lesvos Exclusive Lounge, iMytilene City Centre
8 Jun – 6 Jul
Yi$1 247 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMitilini

Mytilini Marinabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mytilini Portbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
My marketbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Home #itsafeelingbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Monkey Espresso Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MEATINGbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.