Iindawo Zokurenta Inyanga eMizhhir'ya

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Luzhky
Indlu esemaphandleni yaseLuzhky
15 Sep – 13 Okt
Yi$1 231 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
ISuperhost
Indlu encinci e-Slavs'ke
I-Miko II. Indlu Yamaplanga Enkulu Yesibini.
23 Mat – 20 Epr
Yi$2 438 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Iza
Le ndlu ikwindawo ethe cwaka.
18 Okt – 15 Nov
Yi$748 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Slavs'ke
Iiflethi okanye izindlu ezikwicomplex ze-Fazenda Slavsko
26 Dis – 23 Jan
Yi$913 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.