Iindawo Zokurenta Inyanga eMlada Boleslav

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jablonec nad Nisou
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha enamagumbi okulala ayi-2 enes
17 Mat – 14 Epr
Yi$946 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mladá Boleslav
Byt 1+1 - 17. listopadu
25 Jan – 22 Feb
Yi$1 190 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Bělá pod Bezdězem
I-chatka yangaphandle
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 348 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-62
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Česká Lípa
Iflethi okanye indlu ekwisikhululo seenqwelo-moya
29 Mey – 26 Jun
Yi$1 103 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMlada Boleslav

Škoda Auto Museumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Municipal swimming pool Mladá Boleslavbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Municipal Theatre of Mladá Boleslavbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.