Iindawo Zokurenta Inyanga eMmakau

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Centurion
41 kuStanley
22 Dis – 19 Jan
Yi$621 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Centurion
I-273 Rhino Retreat [Ukusekela amandla elanga]
2–30 Nov
Yi$501 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hartbeespoort
Isitudiyo #292
27 Mey – 24 Jun
Yi$922 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-219
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pretoria
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eneBalcony kunye namandla elanga
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 164 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.