Iindawo Zokurenta Inyanga eMoca

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Las Marías
I-Casa Victoria
14 Dis – 11 Jan
Yi$728 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aguadilla
USawule Casita kwi-Main Street PR 2.
1–29 Jul
Yi$1 612 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aguadilla
Itofotofo kakhulu kufutshane neendawo ezinkulu
29 Jul – 26 Aga
Yi$1 100 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moca
Iflethi ephucukileyo enebhafu enamanzi ashushu, imizuzu eyi-10 ukusuka elunxwemeni.
2–30 Sep
Yi$1 984 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-89

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoca

Supreme Donutsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barrilitosbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paseo Artesanal Augusto Hernándezbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museo del Mundillobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adriaticbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Públicabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.