Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eModave

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seraing
Igumbi eliseluphahleni
2–30 Epr
Yi$795 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Huy
Inomtsalane kwaye itofotofo embindini weHuy
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 477 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Braives
Ukubethwa ngumoya eMoulin de Velupont
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 178 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tinlot
Indlu evulekileyo netofotofo enegadi enkulu
29 Nov – 27 Dis
Yi$2 667 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseModave

Mont Mosanbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chateau de Modavebayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kihuy Cinemabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Roseraiebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Vaudrée 8bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Citadel ye-Huybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Belgium
  3. Wallonia
  4. Liège Region
  5. Modave
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga