Iindawo Zokurenta Inyanga eModbury

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Modbury
I-Applecot... indawo efanelekileyo yokuphumla
2–30 Nov
Yi$3 392 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Modbury
Indlu Ekwicomplex, eModbury, eFlorida
28 Dis – 25 Jan
Yi$2 551 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Devon
Indlu yeendwendwe yaseBijou, Kingsbridge
18 Sep – 16 Okt
Yi$1 582 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Stoke Gabriel
Iholide yaselwandle
24 Epr – 22 Mey
Yi$1 380 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseModbury

White Hart Hotelbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Modbury Innbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Exeter Innbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Royal Gurkha Spicebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Co-op Food - Modburybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brownston Art Gallerybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United Kingdom
  3. England
  4. Devon
  5. Modbury
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga