Iindawo Zokurenta Inyanga eMogale City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Roodepoort
Izinto Eziyimfihlo Ezipholileyo
22 Jun – 20 Jul
Yi$462 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Roodepoort
I-Studio-Little Falls entle, i-Inverter/WI-FI/Indawo yokupaka
17 Jun – 15 Jul
Yi$639 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Roodepoort
Ii-Oakes
1–29 Jul
Yi$702 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Roodepoort
I-Oakdene Cottage
25 Jun – 23 Jul
Yi$673 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMogale City

Isithole esinamandla seBotanical Garden seNkululeko seWalter Sisulubayi 205 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kasino ye-Silverstarbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Key West Shopping Centrebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Westgate Shopping Centrebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cradlestone Mallbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cradle Moon Lakeside Game Lodgebayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.