Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMogán

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mogán
TerrazaDeSol - Monsenor, Seaview Apartments
29 Epr – 27 Mey
Yi$1 681 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mogán
Isitudiyo esihle esilungisiweyo esibonisa ulwandle.
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 694 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-San Bartolomé de Tirajana
I-Studio Playa San Agustin
1–29 Jun
Yi$788 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Mogán
Apartamento ‘Vida’ - Mar Paraiso
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 532 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMogán

Valle de Mogán Restaurantebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Acaymobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SPAR Pueblo Mogánbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Canary Islands
  4. Las Palmas
  5. Mogán
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga