Iindawo Zokurenta Inyanga eMoira

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Moira
I-Margarita Villa - ipuli yakho epholileyo kunye nendawo emnandi!
12 Mey – 9 Jun
Yi$3 051 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-North Goa
Indlu esemaphandleni enegumbi lokulala elizimeleyo enepuli yokuqubha
4 Jun – 2 Jul
Yi$921 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mapusa
SD D'Souza Heritage Studio Flat
12 Epr – 10 Mey
Yi$523 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-North Goa
Forest-view Tropical 1BHK in serene village | Pool
20 Epr – 18 Mey
Yi$617 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoira

7 Short 1 Long Restaurantbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Andron Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Cube Gallery, Goabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Goa
  4. Moira
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga