Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNorth Goa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Calangute
Ulwandle emini, phupha ebusuku - yonwabela iPapaya!
12 Jul – 9 Aga
Yi$1 016 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-North Goa
I-Fig House:In-House Cafe & Pool, Anjuna-Chapora Bay
11 Jun – 9 Jul
Yi$962 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-North Goa
Indlwana Yokuthula eCalangute / Baga.
8 Jun – 6 Jul
Yi$1 248 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arpora
Iflethi Ebukekayo Ezolileyo eArpora
17 Jun – 15 Jul
Yi$465 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNorth Goa

Colva Beachbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Baga Beachbayi 140 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Basilica yeBom Jesusbayi 138 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thalassabayi 231 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Deltin Royalebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dona Paula View Pointbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Goa
  4. North Goa
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga