Iindawo Zokurenta Inyanga eMokoliʻi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kaaawa
Cozy Kaaawa Studio with Mountain Views
22 Dis – 21 Jan
Yi$3 443 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kailua
I-Kailua Rental for Med/Long Term ($ 1,400/ngenyanga)
25 Jul – 26 Aga
Yi$1 607 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kailua
Indawo Yokuzifihla Yetropiki Kufuphi Nolwandle
27 Aga – 26 Sep
Yi$2 765 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hauula
I-Waterfront House AC neWi-Fi Ekhawulezayo
30 Mey – 29 Jun
Yi$4 363 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.