Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMoncton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Boundary Creek
Phumla Inn - i-loft yimizuzu eyi-10 kuphela ukusuka eMoncton
23 Okt – 20 Nov
Yi$1 364 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moncton
Private Cozy Clean Apart. Washer and Dryer
25 Mat – 22 Epr
Yi$1 625 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Riverview
Ivulekile & Ithule Iflethi Enendawo Yokungena Yabucala
14 Dis – 11 Jan
Yi$1 710 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Riverview
Igumbi elikhulu elinendawo yokungena yabucala
12 Okt – 9 Nov
Yi$1 135 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoncton

CF Champlainbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino New Brunswickbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Magnetic Hill Zoobayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avenir Centrebayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centennial Parkbayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moncton Coliseumbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.