Iindawo Zokurenta Inyanga eMonona County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mapleton
Wamkelekile kwiNest kaHawk 's Nest!
19 Nov – 17 Dis
Yi$2 147 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Moorhead
Queen Anne Cottage - Early 1900
21 Jul – 18 Aga
Yi$3 230 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Moorhead
Intliziyo yeLoess Hills
8 Jul – 5 Aga
Yi$5 786 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Tekamah
I-Willow Valley Ranch
2–30 Jan
Yi$9 724 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.