Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMontanita

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Montañita
Beach Front Cabana Surf Point
24 Epr – 22 Mey
Yi$564 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Montañita
Suite de 1 dormitorio en el surf point * NIAS *
5 Okt – 2 Nov
Yi$680 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montanita
Indawo engaphambili engaselwandle encinci
6 Dis – 3 Jan
Yi$664 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montañita
Iflethi encinci enendawo yokuhlambela, umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu ne-wifi eMontañita
1–29 Mat
Yi$570 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMontanita

I-Playa Montanitabayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dharma Beachbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mirador Montañitabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caña Grillbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pigrobayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shankha Sushi & Thaibayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.