Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMonte Gordo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Vila Real de Santo António
Ikhaya elithandekayo eAlgarve
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 710 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Monte Gordo
Apartamento T2 a um passo da Praia
14 Dis – 11 Jan
Yi$1 050 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Monte Gordo
Monte Gordo - Sun and beach - Every Year Apartment
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 300 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Monte Gordo
46181/AL-Nice, cwaka kufuphi nolwandle, Monte Gordo
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 732 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMonte Gordo

Praia de Monte Gordobayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
O Tapasbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
O Jaimebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino Monte Gordobayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sem Espinhas - Cabeçobayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sem Espinhas - Natura Beachbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.