Iindawo Zokurenta Inyanga eMosjøen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Vefsn
Indlu yamaplanga ehlaziyiweyo,ejikelezwe yindawo entle
23 Sep – 21 Okt
Yi$2 501 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Leirfjord Municipality
Indlu esemaphandleni entle enomgangatho ophezulu, enembonakalo kunye nelanga langokuhlwa
8 Mey – 5 Jun
Yi$2 643 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Vefsn
I-Sjøgata Riverside Rental and Salmon Fishing
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 361 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Vefsn
Pen studio leilighet leies ut.
3–31 Mat
Yi$2 038 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMosjøen

Fru Haugans Hotelbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Milano mat og Vinhuset Akan Akcaybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sjøsiden Senterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Helgelandstrappabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sneppen cafébayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umamibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.