Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Elliot

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Majors Creek
I-Boho bush shack
25 Mat – 22 Epr
Yi$997 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Aitkenvale
Kufuphi neJCU & Hospital
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 377 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-404
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Railway Estate
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enebhedi eyi-1 ekwindawo entle
23 Sep – 21 Okt
Yi$2 141 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-409
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Nome
I-Townsville Tropical Retreat
19 Okt – 16 Nov
Yi$2 323 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.