Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Holly

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Weston
Indlu engasemva etofotofo embindini weVT
20 Jun – 18 Jul
Yi$2 234 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Mount Holly
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga enomtsalane ekufutshane neOkemo and Lakes
28 Epr – 26 Mey
Yi$5 218 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mount Holly
I-Camp Mt. Holly - indlu yamaplanga yale mihla kaOkemo noLudlow
20 Nov – 18 Dis
Yi$7 442 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mount Holly
Indlu yamaplanga yabucala/Izilwanyana zasekhaya Kulungile/Imizuzu eya e-Okemo/i-Wifi ekhawulezayo
27 Mey – 24 Jun
Yi$4 380 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Holly

Okemo State Forestbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Belmont General Storebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Healdville Trailbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harry's Cafebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crowley Cheese Companybayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plew Farmbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.