Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Joy Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Manheim
Iflethi YaseLancaster Country
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 817 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marietta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enembali eMarietta
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 322 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-325
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marietta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eseMarietta
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 426 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-269
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Richland
Indlu 🌿 Encinci Eneendwendwe Zasedolophini 🌿
21 Mat – 18 Epr
Yi$1 510 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Joy Township

T.J. Rockwell's American Grill & Tavernbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gus's Keystone Family Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
GIANT Food Storesbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Folklore Coffee & Co.bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lucky Ducks Bar & Grillebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Country Storebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.