Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Lambie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lithgow
Wamkelekile kwiNdlu yeFinkin eLithgow enembali
11 Jul – 8 Aga
Yi$2 363 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Walang
I-Conmurra Mountain View Cabin
7 Jan – 4 Feb
Yi$2 021 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Oberon
123 Kwi-Curtis - Indawo Yokungena Yabucala
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 987 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Hampton
I-Wicketty Bank Cottage
13 Mey – 10 Jun
Yi$2 349 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.