Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Luho

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Malay
I-Mod Studio 3 Imizuzu ukuya kwi-White Beach
7 Jul – 4 Aga
Yi$1 248 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Boracay
I-Sunset Seaview Luxury Suite A
20 Epr – 20 Mey
Yi$1 064 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Malay
IKHAYA ELIZOLILEYO elinolwandle lwabucala (ICHAPHAZA ELIVUNYELWEYO)
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 142 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Malay
I-Gerbi 's Condoplace kunye ne-Oceanway Residences Boracay
29 Mat – 26 Epr
Yi$1 091 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Philippines
  3. Western Visayas
  4. Aklan
  5. Malay
  6. Mount Luho
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga