Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Madonna

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Intente e-Watsonville
I-Mountain Top Yurt e-Redwoods
16 Sep – 14 Okt
Yi$3 150 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-702
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Morgan Hill
Ukuseta Ilizwe Elimangalisayo E-Cottage Creek Vineyards
12 Nov – 10 Dis
Yi$7 483 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
ISuperhost
Indlu engasemva e-Watsonville
Indlu encinci etofotofo kwilizwe lewayini yaseAptos iintsuku eziyi-30
5 Sep – 5 Okt
Yi$2 877 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
ISuperhost
Indlu e-Morgan Hill
Indlu yeendwendwe egadini.
23 Jan – 20 Feb
Yi$2 103 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.