Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Rainier

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mount Rainier
Indlu Entle Eneendwendwe Zanamhlanje Kufuphi ne-D.C.
7 Jun – 5 Jul
Yi$2 716 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mount Rainier
Eqaqambileyo nepholileyo kwiNtaba yeMbali Rainier
7 Jul – 4 Aga
Yi$1 936 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mount Rainier
Igumbi elinomtsalane elinomtsalane leendwendwe < 1 mi ukusuka e-NE DC
1–29 Okt
Yi$1 838 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mount Rainier
Spacious studio minutes from DC!
30 Jun – 28 Jul
Yi$2 698 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Rainier

Price Rite of Hyattsvillebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bestway Supermarketbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Potomac Fish Housebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sweet & Naturalbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Party Times Liquorsbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aladdin Sizzlerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.