Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Scott - Arleta, EPortland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-EPortland
Istudiyo esithe cwaka, esiphangaleleyo, iStudiyo seGadi esibiyelweyo
11 Jul – 8 Aga
Yi$1 919 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-EPortland
Indlu Esemaphandleni Epholileyo eMt. Scott
10 Epr – 8 Mey
Yi$1 961 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-348
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-EPortland
I-Margaux - I-Nostalgic Charmer embindini we-PDX
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 631 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-EPortland
Richmond Garden House
25 Jan – 22 Feb
Yi$1 926 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Scott - Arleta, EPortland

Portland Mercadobayi 125 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Off The Griddlebayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt. Scott Parkbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SF Supermarketbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Red Castle Gamesbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Assembly Brewingbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.