Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Tabor, EPortland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mt. Tabor
Indawo Eqaqambileyo Ekwindawo entle ye-SE
26 Mey – 23 Jun
Yi$2 335 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mt. Tabor
Ibhedi e-1/1 Ibhafu Ehlaziyiweyo Neyanamhlanje
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 114 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-327
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mt. Tabor
I-Tabor Retreat
1–29 Dis
Yi$2 633 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mt. Tabor
Modern Urban Retreat + Sauna
29 Sep – 27 Okt
Yi$2 744 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Tabor, EPortland

Mt Tabor Dog Parkbayi 406 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Apizza Schollsbayi 221 abantu basekuhlaleni abayincomayo
QuarterWorld Arcadebayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tabor Tavernbayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sivalai | Thai Restaurantbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mount Tabor - Stairsbayi 155 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.