Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Tsukuba

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Kasama
Indlu enesitayela saseJapan,ekufutshane nevenkile kunye nesitudiyo
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 735 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oyama-Shi
1min. ukuya kwisikhululo iOyama! Iloft yoshishino.
5 Jun – 3 Jul
Yi$2 084 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
ISuperhost
Indlu e-Kaminokawa, Kawachi District
WAMKELEKILE KWINDLU YASEJAPAN!
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 539 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-328
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saitama-shi
I-Saitama kufutshane nesikhululo i-FreeMobil Wi-Fi
11 Jun – 9 Jul
Yi$1 345 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.