Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Vernon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Saraland
I-Drifting Inn (Akukho mali yokucoca)
31 Jul – 28 Aga
Yi$2 146 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-529
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bay Minette
Indlu esemaphandleni epholileyo ihambe ngezoshishino / ulonwabo.
8 Jul – 5 Aga
Yi$2 301 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Atmore
Indawo Epholileyo Yeendwendwe kufutshane ne-I65/Atmore
2–30 Jun
Yi$2 165 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Walnut Hill
Indlu Esemaphandleni- Ifama Ye-Seales
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 041 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.