Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Vernon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jackson County
U-Airbnb otofotofo weWalkers Branch
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 790 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Berea
I-Churchill Cottage- Igumbi lokulala eliqaqambileyo, elinembali eyi-1
13 Aga – 10 Sep
Yi$2 056 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-McKee
I-Arthur Lakes Log Cabin
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 685 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Berea
Eyona ndawo ikuyo, iibhedi ezinkulu, i-wifi w/ ukuzingenela
17 Jul – 14 Aga
Yi$2 723 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Vernon

Renfro Valley Entertainment Centerbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Limestone Grillebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kentucky Music Hall of Fame & Museumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.