Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Wallace

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Darley
IBacchus Guest House - Inezinto Zonke Ezizimeleyo
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 787 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-304
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ballan
Indlu enamagumbi okulala ayi-2 ngaphandle kweDaylesford Road
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 656 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Morrisons
I-Morrisons Retreat - Ifama entle
5 Sep – 3 Okt
Yi$3 331 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
ISuperhost
Ifama e-Mount Egerton
Ezona Zindawo Zelizwe Zisemagqabini!
21 Okt – 18 Nov
Yi$2 198 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-285

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.