Iindawo Zokurenta Inyanga eMountain Trunk Bay

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-East End, U.S. Virgin Islands
I-St. Thomas USVI, i-Waterfront Condo, Engabiziyo
23 Aga – 20 Sep
Yi$2 556 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-East End Tortola, British Virgin Islands
I-GreenLeafOasis #1 | Ukubuka ulwandle e-Turquoise
17 Nov – 15 Dis
Yi$6 421 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Virgin Gorda, British Virgin Islands
I-Sundowner romantic 1BR beachfrontvilla privatepool
7 Jul – 4 Aga
Yi$12 431 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53
ISuperhost
Indlu e-VG, British Virgin Islands
I-Sunset Watch-Affordable luxury kwindawo engaselunxwemeni
1–29 Jun
Yi$9 953 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.