Iindawo Zokurenta Inyanga eMountain View

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mountain View
I-Luxury yasemaphandleni yokusebenza kunye neholide
22 Aga – 23 Sep
Yi$1 518 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Pāhoa
I-Avocado Tree-House, kufutshane nePahoa, isiqithi esikhulu, eHawaii
3 Okt – 2 Nov
Yi$1 825 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Mountain View
Explorers Hale Near Worlds Most Active Volcano!
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 914 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Volcano
Experience the Forest of Ferns at Hale Lavali'i
4 Epr – 2 Mey
Yi$2 198 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMountain View

Honi Wai Cafebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Koanabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt View Bakery Incbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Frankies Pizzabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hilo Coffee Millbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hirano Storebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.