Iindawo Zokurenta Inyanga eMussoorie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Mussoorie
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yi-Ty Melenn.
9 Jul – 6 Aga
Yi$560 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mussoorie
I-Herne Lodge 2 - Ikhaya Lentaba Elikude Nekhaya!
6 Epr – 4 Mey
Yi$1 066 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Khuranwa
Private farm-stay near Dehradun city centre
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 441 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-50
Ithandwa zindwendwe
Indlu ekhiwe emthini e-Mussoorie
The Treepie - Private Chalet by "The Skydrift"
29 Jul – 26 Aga
Yi$1 921 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMussoorie

Lal Tibba Scenic Pointbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Road Mussooriebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Landour Bakehousebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gun Hillbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kalsangbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Bhatta Falls, Mussoorie, Uttarakhandbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.