Iindawo Zokurenta Inyanga eMikonos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mikonos
I-Elpis IV Cozy Studio ye-2 ~ Heart of Mykonos Town
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 540 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-335
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mykonos
Indlu yasegadini ye-mykonos enembonakalo entle
15 Nov – 13 Dis
Yi$4 297 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
ISuperhost
Indlu e-Ornos
EZONA ZIMVO ZIPHAMBILI NGENDLU ENTLIZIYWENI YE-MYKONOSDNGERNTOWN
4 Jan – 1 Feb
Yi$4 029 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Faros Armenistis
Isitudiyo sikaDora 1
9 Epr – 7 Mey
Yi$2 195 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMikonos

Ibhishi ye-Paradisebayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isibheshu sase-Ornosbayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mykonos International Airportbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Elia Mykonos Resort by the Seabayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cavo Tagoo Mykonosbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Super Paradise Beach Clubbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.