Iindawo Zokurenta Inyanga eNakaniikawa District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Hakuba, Kitaazumi District
I-Yari [ene-loft nebhafu] Isikhululo saseHakuba esikumgama wokuhamba, indlu esemaphandleni yabucala eHakuba
27 Jul – 24 Aga
Yi$2 332 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Toyama-shi
Indlela ye-Alpine Kufuphi neJR Toyama st freewifi kwigumbi ELITOFOTOFO
6 Dis – 3 Jan
Yi$2 659 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-357
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Hakuba, Kitaazumi District
Isikhululo seKaiyuan Shakushi kufuphi neShakushi Station · Iloft, indlu yangasese e-Hakuba
8 Mey – 5 Jun
Yi$2 239 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Hakuba, Kitaazumi-gun
I-Fuku Lodge_Yonke indlu esemaphandleni_Eyona ndawo ikuyo
20 Aga – 17 Sep
Yi$3 415 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.