Iindawo Zokurenta Inyanga eNandgaon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-पुणे
Ikhaya lemihla ngemihla eliphuhliswa yiGalofu
22 Jun – 20 Jul
Yi$632 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Talegaon Dabhade
Ukubuka ichibi 1BHK iflethi enetreyini encinci.
2 Okt – 1 Nov
Yi$465 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-88
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pune
1BHK AC Service Apartment 115
28 Sep – 26 Okt
Yi$532 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-पुणे
Studio Serene : Elegant Suite with Panoramic Views
12 Aga – 9 Sep
Yi$890 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.