Iindawo Zokurenta Inyanga eNathan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Vashist
I-Himalayan Woodpecker - (Ukuhlala Kwe-Himalayan Ngokwenene)
20 Nov – 18 Dis
Yi$479 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kullu
I-Beas View Kullu
24 Epr – 22 Mey
Yi$513 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jana
Indlu esemaphandleni yenyanga yobusi, ilitye/iinkuni/imbonakalo enkulu yodaka
24 Jan – 21 Feb
Yi$239 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Naggar
Mahajan villa l1bhk l 50-70MBPS lWFHl
1–29 Okt
Yi$508 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNathan

Jana waterfall jana gaonbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nightingalebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Alternate Terrainbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.