Iindawo Zokurenta Inyanga eNavarro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Caguas
Ukuzonwabisa Kwelanga
11 Sep – 9 Okt
Yi$2 788 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gurabo
I-Villa gurabo
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 235 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
Indlu e-Gurabo
Indawo ejikelezwe yindalo.
25 Sep – 23 Okt
Yi$6 866 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gurabo
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga/iWifi/iTV ene-2000 Ch.
23 Nov – 21 Dis
Yi$6 445 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.