Iindawo Zokurenta Inyanga eNebahovy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Ceske Budejovice, ECzechia
Iflethi entle nenendawo evulekileyo enetreyini
16 Mey – 13 Jun
Yi$960 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kájov, ECzechia
I-Stone 's cast from Cesky Krumlov-2 bdrooms,playrom
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 481 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Kratušín, ECzechia
INDLU YEHOLIDE EYAKHIWE NGAMAPLANGA TRPÍN
17 Jan – 14 Feb
Yi$2 822 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Passau, Germany
iflethi okanye indlu ekwicomplex egcinwe kakuhle kwiibhanki zeInn
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 191 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.