Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNelson

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Nelson
I-Observatory - I-Secluded Garden Suite
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 122 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Nelson
I-Nelson Garden Sanctuary
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 131 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Nelson
I-Nelson Lake & Mountain View eneBhafu Enamanzi Ashushu
10 Okt – 7 Nov
Yi$3 297 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-341
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Nelson
Peak Season Ski Cabin Discount (no cleaning fee)
22 Nov – 20 Dis
Yi$2 476 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNelson

Chahko Mika Mallbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cantina Del Centrobayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oso Negro Cafébayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hume Hotel & Spabayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Prestige Lakeside Resort & Convention Centrebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kootenay Co-op Grocery Storebayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.