Iindawo Zokurenta Inyanga eNereta Parish

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sēlija
Indlu yamaplanga enesauna namachibi + nebhafu enamanzi ashushu(imali eyongezelelekileyo)
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 006 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-255
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Skrīveri
Indlu entle ekuthiwa yiWooden Log Skriveri
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 904 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-311
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Koknese
Indlu yasegadini esecaleni komlambo, iPrivat
18 Feb – 18 Mat
Yi$885 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-64
ISuperhost
Indlu e-Zasa
Indlu enamagumbi okulala ayi-3 ecaleni kwepaki iZasa neMill.
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 741 ngenyanga
4.6 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.