Iindawo Zokurenta Inyanga eNetřebice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Ceske Budejovice, ECzechia
Iflethi entle nenendawo evulekileyo enetreyini
24 Mey – 21 Jun
Yi$961 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Český Krumlov, ECzechia
I-LOFT Natalya Gold 2 Idolophu endala Cesky Krumlov
2–30 Okt
Yi$975 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kájov, ECzechia
I-Stone 's cast from Cesky Krumlov-2 bdrooms,playrom
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 480 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Český Krumlov, ECzechia
Ikhaya le-LIPAA kunye nendawo yokupaka esimahla
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 732 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.