Iindawo Zokurenta Inyanga eNeubeuern

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kolbermoor
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane neRosenheim imizuzu eyi-30 ukuya eM
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 520 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Neubeuern
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ene
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 624 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-99
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rosenheim
Helle, moderne 2-Zimmer-Wohnung in Rosenheim
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 470 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rohrdorf
Heidi House No 5 - Naturpur zwischen Berg und See
24 Okt – 21 Nov
Yi$2 260 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-65

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Upper Bavaria
  5. Neubeuern
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga