Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNeuquen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neuquén
Experiencia única con Balcón, Parking y Estilo
23 Epr – 21 Mey
Yi$952 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neuquén
Centro y Arte: Alquiler Exclusivo
14 Epr – 12 Mey
Yi$913 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neuquén
Isebe leZiko le-NQN eligqwesileyo!!!
6 Epr – 4 Mey
Yi$581 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neuquén
I-studio entsha esembindini wesixeko!
15 Mat – 12 Epr
Yi$918 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNeuquen

Cinépolis Neuquénbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alto Comahue Shoppingbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Portal Patagoniabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paseo de la Patagoniabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coto Neuquénbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino Magic Hotel & Casinobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.