Iindawo Zokurenta Inyanga eNeuville-sur-Escaut

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Estrun
Iflethi 35 m2 phezulu eBassin Rond Estrun
8 Jul – 5 Aga
Yi$1 550 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-359
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Famars
Kufuphi neValenciennes - i-24m² castle outings
15 Sep – 13 Okt
Yi$1 440 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cambrai
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala alungiswe ngokupheleleyo embindini
19 Sep – 17 Okt
Yi$1 125 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Denain
Studio sympa rez-de-chaussée.
7 Jun – 5 Jul
Yi$1 086 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.